Title: | Noxolo |
---|---|
Artist: | MashBeatz, Ami Faku & Nkosazana Daughter |
Album: | Noxolo |
Release Year: | 2024 |
Duration: | 3:40 |
Size: | 5.04 MB |
Source: | YouTube |
Uthando noxolo
Wena wandifundisa
Sekulula ukuthemba wena
Kubo bonke ndikhethe wena
Ndithi asoze ndikukhohlise
Ngoba konke kuyinyaniso
Uthando noxolo (uthando noxolo)
Kubo bonke ndikhethe wena
Uze uyimamele le ngoma
Indicingisa wena
Ndibong' ithuba ondiphe lona ngempela
Ndibonga impathwa yakho
Inobunene
Imangaza bonke
Nabangakholelwa kuthando olunje
Alukho olunjena
Undiphethe kahle, dear
Uthando noxolo
Wena wandifundisa
Sekulula ukuthemba wena
Kubo bonke ndikhethe wena
Ndithi asoze ndikukhohlise
Ngoba konke kuyinyaniso
Uthando noxolo (uthando noxolo)
Kubo bonke ndikhethe wena
Mina angazi kancono
Kodwa ngiyazi wena ungifanele
Wena wazi kancono
Konke lokhu dali kungokwakho
Nika mina sthandwa sami
Woza lana dali wena ungowami
Nika mina sthandwa sami
Woza lana dali wena ungowami
Nika mina sthandwa sami
Woza lana dali wena ungowami
Nika mina sthandwa sami
Woza lana dali wena ungowami
Uthando noxolo
Wena wandifundisa
Sekulula ukuthemba wena
Kubo bonke ndikhethe wena
Ndithi asoze ndikukhohlise
Ngoba konke kuyinyaniso
Uthando noxolo (uthando noxolo)
Kubo bonke ndikhethe wena
Ekhaya basimele
Bathi singayeki
Angithi uyazi
Nathi sizoyinqob' impilo
Ekhaya basimele
Bathi singayeki
Angithi uyazi