Fakaza

Sam Deep & Sino Msolo - Ngaphakathi (feat. De Mthuda)

Posted by Sam Deep & Sino Msolo on May 20, 2024

Information

Title: Ngaphakathi (feat. De Mthuda)
Artist: Sam Deep & Sino Msolo
Album: Welcome To The Party
Release Year: 2022
Duration: 6:23
Size: 8.77 MB
Source: YouTube

Sam Deep & Sino Msolo - Ngaphakathi (feat. De Mthuda) Lyric

Mholo ntombazana (Mholo)
Sawubona ntokazi (Hello sweet heart)
Kunjani ntokazi

Ndithe ndakubona ke
Kwaxega amadolo (Ndabila)
Ndabethwa luvalo
Hayi udgenzani ntombo

Ayayayo ndithe ndakubona ke
Kwaxega amadolo (Ndabila)
Ndabethwa luvalo
Hayi ungenzani ntombo

Hayayo (Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)

Ndimi toho mamela
Asoze ngikuphoxe asoze ayi never
Ndimi toho ntombi sondela
Ndithi come duze sweety mamela

Ngoba ndithe ndakubona ke
Kwaxega amadolo (Ndabila)
Ndabethwa luvalo
Hayi ungenzani ntombo

Hayayo (Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)

Dali ungishaya (Ngaphakathi ngaphakathe yo)
Shaya shaya (Shaya shaya)

Shaya ngaphakathe
(Shaya ngaphakathe)
(Shaya ngaphakathe)
(Shaya ngaphakathe phakathi yo)

Shaya shaya (Shaya shaya)
Shaya ngaphakathi

(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)

(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)
(Kudala ungishaya ngaphakathe)

Kudala ungishaya

Related Posts

Sam Deep - Isgubhu

Sam Deep - Isgubhu

Sam Deep 6:55
Sam Deep - Thokoza

Sam Deep - Thokoza

Sam Deep 6:23
Sam Deep - BraMfana

Sam Deep - BraMfana

Sam Deep 6:23
Patience

Patience

6:52
Sam Deep - Lalala

Sam Deep - Lalala

Sam Deep 6:57
M'use

M'use

6:58
Sam Deep - Emhlabeni

Sam Deep - Emhlabeni

Sam Deep 6:26
Sam Deep - School Out

Sam Deep - School Out

Sam Deep 8:03
Sam Deep - YogiSip

Sam Deep - YogiSip

Sam Deep 5:15