Title: | Yenzinto Thixo |
---|---|
Artist: | Lindo Mtangayi |
Album: | Yenzinto |
Release Year: | 2022 |
Duration: | 2:45 |
Size: | 3.78 MB |
Source: | YouTube |
Loko lide lithuba ndihlekwa ngabantu
Loko lide lithuba ndisihla
Ndisihla ndinyuka
Minintsi leminyaka
Ndizama, ndizama zama
Kudala bendibuza, bebuza, bebuzana
Bath'uphi na lo Thixo wami
Nkosi nam ndingumtu
Ndiyohluleka
Amandl'ayaphela
Ayaphela amandla
Yenz'into
Yenz'into Thixo
Yenz'into
Yenz'into
Kudala ndizama, ndizama ndisohluleka
Themba limbi andinalo
Kuba awuveli kuzawuba phandle kum
Yenz'into
Yenz'into
Yenz'into
Yenz'into
Eny'indawo yokubalekela andinayo
Eny'indawo yokuphephela andinayo
Kuba awuveli kuzawuba phandle kum
Yenz'into
Yenz'into
Oh oh oh
Yenz'into Thixo
Yenz'into, yenz'into